Amaxabiso anokubakhona ngala "merged", "separate" kunye "disabled". i-URL enika amaxabiso okumiselwa kwenkqubo yekhompyutha esebenza njengomqobo. Isiqhagamsheli esisematshinini esichazwa yi- "/systrem/proxy/socks_host" kwikhompyutha osebenza kuyo esebenza njengomqobo. Igama lomatshini kwikhompyutha esebenza njengomqobo ongasebenza kuyo. Isiqhagamsheli ematshinini esichazwa yi -"/system/proxy/ftp_host" osebenza kuyo njengekhompyutha esebenza njengomqobo. Igama lomatshini lokusebenza njengekhompyutha engumqobo kwi-FTP. Isiqhagamsheli esisematshinini esichazwa yi- "/system/proxy/secure_host" kwikhompyutha osebenza kuyo esebenza njengomqobo. Igama lomatshini lokusebenza njengekhompyutha engumqobo kwi-HTTP ekhuselekileyo. Khetha inkqubo emiselweyo yekhompyutha esebenza njengomqobo. Amaxabiso axhaswayo ngala "none", "manual", "auto". Eli qhosha liqulethe uluhlu lwabaququzeleli abaqhagamshelwe kuvimba weefayili, kunokuba badlule kwikhompyutha esebenza njengomqobo (ukuba iyasebenza). Amaxabiso anokuba ngamagama abaququzeleli, imimandla (usebenzisa i-wildcard njenge *.foo.com), idilesi ze-IP zabaququzeleli (zombini i-IPv4 ne-IPv6) kunye needilesi zothungelwano ene-netmask (into efana ne-192.168.0.0/24). i-Password yokudlula njengoqinisekiso xa usebenzisa ikhompyutha esebenza njengomqobo kwi-HTTP. Igama lomsebenzisi ukudlula njengoqinisekiso xa usebenzisa ikhompyutha esebenza njengomqobo ye-HTTP. Isiqhagamsheli ematshinini esichazwa nge- "/system/http_proxy/host" oqhagamshela kuso. Igama lomatshini lokusebenza njengekhompyutha engumqobo kwi-HTTP. Yenza ukuba imimiselo yekhompyutha esebenza njengomqobo xa usebenza nge-HTTP kwi-intanethi. Nokuba ngaba ukusebenzisa ifonti yecustom kwigtk+ iinkqubo. Igama lefonti elungelelanisiweyo (ububanzi obuzinzisiweyo) kusetyenziso kwiindawo ezinjengeetheminali. Igama leGTK+ indlela yegalelo leSimbo seSimo esisetyenziswe yigtk+. Igama leGTK+ indlela yegalelo leSimbo sePreedit esisetyenziswa yigtk+. Igama lefonti emiyo esetyenziswe yigtk+. Igama elisisiseko somxholo omiyo osetyenziswa yi-gtk+. Igama elisisiseko somxholo omiyo osetyenziswa yi-gtk+. Umxholo womfanekiso ongumqondiso ekufuneka usetyenzisiwe kwindawo yolawulo, inautilus, njl-njl. Nokuba ngaba oopopayi bangaboniswa. Qaphela: Eli liqhosha lehlabathi jikelele, litshintsha imo kamanejala wefestile, indawo yolawulo, njl-njl. Umbala oseKunene okanye eZantsi xa uzoba ukuthambeka, awusetyenziswa kumbala ongqindilili. Umbala osekhohlo okanye Phezulu xa uzoba ukuthambeka, okanye umbala ongqindilili. Setela kwinyaniso ukuvala zonke iinkqubo zangaphandle zokutyhila okukhawulezayo, ezizimeleyo noba zivalwe/zivulwe ngokuzimeleyo. Noba okanye utshixo lwekeyboard luvuliwe. Nokuba ngaba okanye iskrini sekhefu lokuchwetheza singamiswa okanye akunjalo. Inani lemizuzu yokuphela kwekhefu lokuchwetheza. Inani lemizuzu yexesha lokuchwetheza ngaphambi kokuqala kwemowudi yekhefu. Nokuba ngaba kudlalwe izandi kwiinkqubo zomsebenzisi. Vula isandi seseva kungeno. uncedo olunokubakho "on", "off", and "custom". Igama lefonti yekhesa. Ukuba ayisetwanga, ifonti emiyo iyasetyenziswa. Olu ncedo luqhutywa ekuqaleni kwiseva X kwiseshini nganye, kengoko ukuyitshintsha phakathi akusayi kuba nasizathu de kube lixesha elilandelayo ungena. Umda ngokwee-pixel isalathisi kufuneka sihambe ngaphambi kokusebenza kwentshukumo ekhawulezayo yemawusi. Ixabiso elingu-1 yinkqubo emiyo. Isiphinda-phindi sokhawuleziso kwintshukumo yemawusi. Ixabiso elingu-1 yinkqubo emiyo. Ikhusela umsebenzisi ekulungiseni useto lokushicilela. Umzekelo, oku kuya kuvala ufikelelo kuzo zonke iinkqubo' "Useto loShicilelo" iibhokisi. Ikhusela umsebenzisi ekushicileleni. Umzekelo, oku kuya kuvala ufikelelo kuzo zonke iinkqubo' "Shicilela" iibhokisi. Ikhusela umsebenzisi ekugcineni iifayili kwidisk. Umzekelo, oku kungavala ufikelelo kuzo zonke iinkqubo' "Gcina njenge" iibhokisi. Ikhusela umsebenzisi ekufikeleleni kwitheminali okanye ekubaluleni umgca wemiyalelo ekufuneka usetyenzisiwe. Umzekelo, oku kuya kuvala ufikelelo kuzo zonke iinkqubo' "Qhuba iNkqubo" iibhokisi. Sukusebenza xa kucofwe amaqhosha amabini ngaxeshanye. Inkqubo yekhompyutha omawuyisebenzise ukujonga iifayili ezifuna isixhobo ukuzijonga. Ixabiso lento ejikajikayo %s kuyakubakhona endaweni yalo iifayili ze-URIs, ixabiso lento ejikayo %c kuyakubakhona endaweni yaloisixhobo se-IID. Isiphumezi-miyalelo esisetyenzisiweyo ekuqaliseni iinkqubo kwitheminali echazwe liqhosha 'exec'. Yinyani ukuba umyalelo osetyenzisiweyo ukukhombisa olu hlobo lwe- URL kufuneka uqhutywe kwi-terminal. Umyalelo osetyenziselwa ukukhombisa u- "h323" URLs, ukuba wenziwe ukuba usebenze. Yinyani ukuba umyalelo obaluliweyo kwiqhosha "command" kufuneka ukhombise u-"h323" URLs. Yinyani ukuba umyalelo osetyenzisiweyo ukukhombisa olu hlobo lwe- URL kufuneka uqhutywe kwi-terminal. Umyalelo osetyenziswayo ukukhombisa u- "callto" URLs, ukuba wenziwe ukuba usebenze. Yinyani ukuba umyalelo obaluliweyo kwiqhosha "command" kufuneka ukhombise u-"callto" URLs. Yinyani ukuba umyalelo osetyenzisiweyo ukukhombisa olu hlobo lwe- URL kufuneka uqhutywe kwi-terminal. Umyalelo osetyenziselwa ukukhombisa u-"mailto" URLs, ukuba wenziwe ukuba usebenze. Yinyani ukuba umyalelo obaluliweyo kwiqhosha "command" kufuneka ukhombise u-"mailto" URLs. Yinyani ukuba umyalelo osetyenzisiweyo ukukhombisa olu hlobo lwe- URL kufuneka uqhutywe kwi-terminal. Umyalelo osetyenziselwa ukukhombisa u "https" URLs, ukuba wenziwe ukuba usebenze. Yinyani ukuba umyalelo obaluliweyo kwiqhosha "command" kufuneka ukhombise u-"https" URLs. Yinyani ukuba umyalelo osetyenzisiweyo ukukhombisa olu hlobo lwe- URL kufuneka uqhutywe kwi-terminal. Umyalelo osetyenziselwa ukukhombisa u-"http" URLs, ukuba wenziwe ukuba usebenze. Yinyani ukuba umyalelo obaluliweyo kwiqhosha "command" kufuneka ukhombise u-"http" URLs. Yinyani ukuba umyalelo osetyenzisiweyo ukukhombisa olu hlobo lwe- URL kufuneka uqhutywe kwi-terminal. Umyalelo osetyenziselwa ukukhombisa u- "man" URLs, ukuba wenziwe ukuba usebenze. Yinyani ukuba umyalelo obaluliweyo kwiqhosha "command" kufuneka ukhombise u-"man" URLs. Yinyani ukuba umyalelo osetyenzisiweyo ukukhombisa olu hlobo lwe- URL kufuneka uqhutywe kwi-terminal. Umyalelo osetyenziselwa ukukhombisa u- "info" URLs, ukuba wenziwe ukuba usebenze. Yinyani ukuba umyalelo obaluliweyo kwiqhosha "command" kufuneka ukhombise u-"info" URLs. Yinyani ukuba umyalelo osetyenzisiweyo ukukhombisa olu hlobo lwe- URL kufuneka uqhutywe kwi-terminal. Umyalelo osetyenziselwa ukukhombisa u- "ghelp" URLs, ukuba wenziwe ukuba usebenze. Yinyani ukuba umyalelo obaluliweyo kwiqhosha "command" kufuneka ukhombise u-"ghelp" URLs. Yinyani ukuba umyalelo osetyenzisiweyo ukukhombisa olu hlobo lwe- URL kufuneka uqhutywe kwi-terminal. Umyalelo osetyenziselwa ukukhombisa u-"trash" URLs, ukuba wenziwe ukuba usebenze. Yinyani ukuba umyalelo obaluliweyo kwiqhosha "command" kufuneka ukhombise u-"trash" URLs. Yinyani ukuba umyalelo osetyenzisiweyo ukukhombisa olu hlobo lwe- URL kufuneka uqhutywe kwi-terminal. Umyalelo osetyenziswayo ukukhombisa "aim" URLs, ukuba wenziwe ukuba asebenze. Yinyani ukuba umyalelo obaluliweyo kwiqhosha "command" kufuneka ukhombise i-"aim" URLs. Ukuba yinyaniso, ngoko ke xa ifestile ingasacuthwa, yishenxisele kwisithuba sokusebenza sangoku. Ngaphandle koko, vula uye kwisithuba sokusebenza sefestile. Yenza isigqibo sokuba iifestile zenkqubo enye yekhompyutha zibekwa nini ngokwamaqela kuludwe lweefestile. Amaxabiso anako ukufumaneka ngala "never", "auto" ngokunjalo "always". Ukuba yinyaniso, uludwe lwefestile luya kubonakalisa iifestile kuzo zonke izithuba zokusebenza. Ngaphandle koko luya kubonisa iifestile zesithuba sokusebenza sangoku. Ukuba yinyaniso, umvuli-mvali wezithuba uya kubonisa zonke izithuba zokusebenza. Ngaphandle koko, iya kubonisa kuphela isithuba sokusebenza sangoku. Ukuba yinyaniso, upopayi wentlanzi uza kuboniswa aze ajikeleziswe kwindawo yolawulo esuka phezulu iye ezantsi. Eli qhosha lixela inani lemizuzwana ekuya kuboniswa ngalo i-frame nganye. Eli qhosha lixela inani lezakhelo zokukhetha eziya kuboniswa koopopayi bentlanzi. Eli qhosha lixela ukuba umyalelo uya kuzanywa kwimpumezo xa icofiwe intlanzi. Le ntlanzi ixela ukuba igama lefayili yesakhelo sokukhetha esiya kusetyenziselwa oopopayi ababoniswa kwinkqubo ye-applet yentlanzi enxulumene novimba weefayili wesakhelo sokukhetha. Intlanzi engenagama yintlanzi entle edangeleyo. Yiphe ubomi intlanzi yakho ngokuyinika igama. Ukusetyenziswa kweqhosha kwaliwe kwiGNOME 2.6 kuthandwa iqhosha 'lokulungisa'. Imizobo igciniwe ukwenzela ukuhambelana neenguqulelo ezindala ngaphezulu. Ukusetyenziswa kweqhosha kwaliwe kwiGNOME 2.6 kuthandwa iqhosha 'lokulungisa'. Imizobo igciniwe ukwenzela ukuhambelana neenguqulelo ezindala ngaphezulu. Ukusetyenziswa kweqhosha kwaliwe kwiGNOME 2.6 kuthandwa iqhosha 'lokulungisa'. Imizobo igciniwe ukwenzela ukuhambelana neenguqulelo ezindala ngaphezulu. Ukuba yinyaniso, bonisa amanani eeveki kwikhalenda. Ukuba yinyaniso, bonisa umhla kuludwe lweziqendu eziboniswayo xa isalathi siphezu kwewotshi. Ukuba yinyaniso, bonisa umhla ewotshini, ukongeza exesheni. Ukuba yinyaniso, bonisa imizuzwana exesheni. Isimbo senyathelo elimelwe leli qhosha. Amaxabiso anokubakho ngala "lock", "logout", "run", "search" no "screenshot". Eli qhosha liyimfuneko kuphela xa iqhosha object_type likoku "action-applet". Indawo yefayili ye .desktop echaza isindululi. Eli qhosha liyimfuneko kuphela ukuba isitshixo object_type sithi "launcher-object". Indlela ekwakhiwa kuyo iziqulatho zemenyu. Iqhosha liyimfuneko kuphela xa iqhosha use_menu_path liyinyaniso kwaye neqhosha object_type likoku "menu-object". Ukuba yinyaniso, iqhosha le menu_path lisetyenziswa njengendlela apho iziqulatho zemenyu zinokwakhiwa khona. Ukuba asiyonyaniso, iqhosha le menu_path alihoywa. Eli qhosha lifuneka kuphela ukuba iqhosha le object_type lithi "menu-object". Indawo yefayili yomfanekiso esetyenziswa njengomfanekiso womqondiso ukwenzela iqhosha lento. Eli qhosha liyimfuneko kuphela xa iqhosha le object_type lisithi "drawer-object" okanye "menu-object" naxa ukusetyenziswa kweqhosha ye use_custom_icon kuyinyaniso. Ukuba yinyani, iqhosha le custom_icon lisetyenziswa njengomfanekiso ongumqondiso. Ukuba ayiyonyani, iqhosha le custom_icon alihoywa. Eli qhosha liyimfuneko kuphela xa iqhosha le object_type linje "menu-object" okanye "drawer-object". Isiqendu sokubonisa kumacebiso ngesixhobo ukwenzela le drowa okanye le menyu. Eli qhosha liyimfuneko kuphela xa iqhosha object_type lisithi "drawer-object" okanye "menu-object". Umchongi wendawo yolawulo oqhotyoshelwe kule drowa. Eli qhosha liyimfuneko kuphela xa iqhosha object_type lisithi "drawer-object". Ukuba yinyaniso, umsebenzisi makangayisusi i-applet ngaphandle kokuqala avule ngesitshixo into esebenzisa okukhethwa kwimenyu okukoku "Vula ngesitshixo". Ukuba yinyaniso, indawo yento itolikwa ngokokuba kufutshane kwayo kumngcipheko wasekunene (okanye ezantsi ukuba isuka phezulu iya ezantsi) wendawo yolawulo. Indawo yento yale ndawo yolawulo. Indawo ixelwa ngokwenani lee-pixels ukusuka ekhohlo (okanye phezulu xa imi ngobude) komngcipheko wendawo yolawulo. Umchongi wendawo yolawulo yomgangatho ophezulu oqulethe le nto. Isantya oopopayi bendawo yolawulo esenzeka ngayo. Amaxabiso anokubakho ngala"slow", "medium" "fast". Eli qhosha liyimfuneko kuphela xa isitshixo se enable_animations siyinyaniso. Ixela inani lee-pixel ezibonakalayo xa indawo yolawulo ifihleke ngokuzenzekelayo ekoneni. Eli qhosha liyimfuneko kuphela xa iqhosha auto_hide liyinyaniso. Ixela inani lee-millisecond zokubambezeleka emva kokungena kwesalathi kummandla wendawo yolawulo phambi kokuba indawo yolawulo iphinde iboniswe ngokuzenzekela. Eli qhosha liyimfuneko kuphela xa iqhosha auto_hide liyinyaniso. Ixela inani lee-millisecond zokubambezeleka emva kokushiya kwesalathi ummandla wendawo yolawulo phambi kokuba indawo yolawulo ifihleke. Eli qhosha liyimfuneko kuphela ukuba iqhosha auto_hide liyinyaniso. Ukuba yinyaniso, izalathisi ziya kubekwa kumaqhosha okufihla. Eli qhosha liyimfuneko kuphela xa iqhosha enable_buttons liyinyaniso. Ukuba yinyaniso, amaqhosha aya kubekwa kwicala ngalinye lendawo yolawulo enokusetyenziswa ukushenxisa indawo yolawulo kumngcipheko weskrini, kushiyeke iqhosha lodwa lisebenza. Ukuba yinyaniso, ukufihleka nokungafihleki kwale ndawo yolawulo kuya kuba noopopayi kunokuba kwenzeke kwangoko. Ukuba yinyaniso, indawo yolawulo ifihleka ngokuzenzekela ekoneni yeskrini xa isalathi siwushiya ummandla wendawo yolawulo. Ukushenxisa isalathi siye ekoneni kwakhona kuya kwenza ukuba indawo yolawulo ivele kwakhona. Indawo ekuyo indawo yolawulo emgceni ohamba embindini ongu y. Eli qhosha liyimfuneko kwimo yokusebenza engandiswanga. Kwimo eyandisiweyo yokusebenza eli qhosha alihoywa ukuze indawo yolawulo ibekwe emngciphekweni weskrini oxelwe liqhosha lembonakaliso. Indawo ekuyo indawo yolawulo emgceni ohamba embindini ongu x. Eli qhosha liyimfuneko kuphela kwimo yokusebenza engandiswanga. Kwimo eyandisiweyo eli qhosha alihoywa ukuze indawo yolawulo ibekwe kumngcipheko weskrini oxelwe liqhosha lembonakaliso. Ubude (ububanzi ukusuka phezulu iye ezantsi indawo yolawulo) bendawo yolawulo. Indawo yolawulo iya kuqikelela ngexesha lempumezo obona buncinci bobukhulu ngokusekwa kubukhulu obulungisiweyo nakwezinye iimo ezalathayo. Ubukhulu obubona bukhulu busisigxina kwikota enye yobude beskrini (okanye ububanzi). Imbonakaliso le ndawo yolawulo. Amaxabiso anokubakho ngala "top", "bottom", "left", "right". Kwimo yokusebenza eyandisiweyo iqhosha lixela ukuba ngowuphi umngcipheko wendawo yolawulo okhoyo. Kwimo yokusebenza engandiswanga umahluko phakathi "top " kunye "bottom" awubalulekanga kakhulu - kwaye yomibini yalatha ukuba lendawo yolawulo isuka ekhohlo iye ekunene - kodwa ikwanika icebiso elinoncedo lokuba ingaba amanye amalungu endawo yolawulo kufuneka eziphethe njani. Umzekelo, "top" iqhosha lemenyu yendawo yokusebenza liya kuveza imenyu yayo ngezantsi kwendawo yolawulo, kanti kwindawo yolawulo "bottom" imenyu iya kuvezwa ngaphezu kwendawo yolawulo. Ukuba yinyaniso, indawo yolawulo iya kubonakala kububanzi bonke beskrini (ngokobude ukuba le ndawo yolawulo isuka phezulu iye ezantsi). Ukuba le mo yokusebenza yendawo yolawulo inokubekwa kuphela kumngcipheko weskrini. Ukuba asiyonyaniso, indawo yolawulo iya kuba nkulu kuphela ngokwaneleyo ukwenzela ukufaka ii-applet, izindululi namaqhosha kwindawo yolawulo. Kwisiseko seXinerama, usenokuba neendawo zolawulo kwiskrini ngasinye. Eli qhosha lichonga iskrini sangoku eboniswa kuyo indawo yolawulo. Ngesiseko sezkrini ezininzi, usenokuba neendawo zolawulo kwiskrini ngasinye. Eli qhosha lichonga iskrini eboniswa kuso indawo yolawulo ngoku. Eli ligama elifundekayo ebantwini onokulisebenzisa ukuchonga indawo yolawulo. Injongo yalo esentloko kukuba libe njengesihloko sefestile yendawo yokusebenza eluncedo xa kuntywilwa phakathi kweendawo zolawulo. Ukuba yinyaniso, umfanekiso ongasemva uya kujikeleziswa xa indawo yolawulo ibonakaliswa ukusuka phezulu ukuya ezantsi. Ukuba yinyaniso, umfanekiso uya kulinganiswa ngokwamacala endawo yolawulo. Ulwalamano lomba womfanekiso alusayi kugcinwa. Ukuba yinyaniso, umfanekiso uya kulinganiswa (kugcinwe ulwalamano lomba womfanekiso) kubude bendawo yolawulo (ukuba usuka ekhohlo uya ekunene). Ixela ifayili emayisetyenziswe ukwenzela kumfanekiso ongasemva. Ukuba umfanekiso uqulethe umjelo we-alpha uya kuqukaniselwa kumafanekiso ongasemva wolwazi oluseskrinini. Ixela ukungabonisi ngaphaya kolungiso lombala ongasemva. Ukuba umbala awubonisi ngaphaya kwawo ngokupheleleyo (ixabiso elinganeno kwe65535), umbala uya kuqukaniselwa kumfanekiso ongasemva wolwazi oluseskrinini. Ixela umbala ongasemva ukwenzela ulungiso lwendawo yolawulo kwi#RGB. Sesiphi isimbo esingasemva ekufuneka sisetyenzisiwe kule ndawo yolawulo. Amaxabiso anokubakho ngala "gtk" - iGTK+ elulungiso olulodwa nokungasemva kwe-widget kuya kusetyenziswa, "color" - iqhosha lombala liya kusetyeniswa njengombala ongasemva okanye "image" - umfanekiso oxelwe liqhosha lomfanekiso uya kusetyenziswa njengokusemva. Iflegi ye-boolean yokubonisa ukuba ingaba umiselo lwexesha langaphambili lomsebenzisi /apps/panel/profiles/default olulodwa ikotshelwe kwindawo entsha apha /apps/panel yolawulo. Uludwe lwee-ID zolutho lwendawo yolawulo. I-ID nganye ichonga ulutho lwendawo nganye yolawulo (umzk. umndululi, iqhosha lenyathelo okanye iqhosha lemenyu/i-bar). Imimiselo yezi zinto nganye igcinwa apha /apps/panel/objects/$(id). Uludwe lwee-ID zenkqutyana ye-applet yendawo yolawulo. I-ID nganye ichonga inkqutyana ye-applet yendawo yolawulo nganye-nganye. Imimiselo yezi nkqutyana zee-applet nganye zigcinwa apha /apps/panel/applets/$(id). Uludwe lwee-ID zendawo yolawulo. i-ID nganye ichonga indawo yolawulo yomgangatho ophezulu nganye-nganye. Imimiselo yezi ndawo zolawulo nganye zigcinwa apha /apps/panel/toplevels/$(id). Ukuba yinyaniso, ukudwelisa "Iinkqubo Ezaziwayo" "Kwimpumezo Yeenkqubo" ingxoxo iyandiswa xa ivulwa ingxoxo. Eli qhosha libaluleke kuphela xa ulwazi lwe enable_program_list luyinyaniso. Ukuba yinyaniso, ukudwelisa "Iinkqubo Ezaziwayo" "Kwimpumezo Yenkqubo" ingxoxo yenziwa ukuba ibe khona. Nokuba ukudwelisa kwandisiwe okanye akunjalo xa ingxoxo eboniswayo ilawulwa liqhosha le show_program_list. Ukuba yinyaniso, indawo yolawulo ayisayi kuvumela umsebenzisi ukunyanzelisa inkqubo ukuba iphume ngokususa ufikelelo kwiqhosha lokunyanzelisa ukuphuma. Ukuba yinyaniso, indawo yolawulo ayisayi kuvumela umsebenzisi ukuba aphume, ngokumshenxisela kwizingeniso emenyu yokuphuma. Uludwe lwee-IID zenkqutyana ye-applet ezingazi kuhoywa yindawo yolawulo. Ngale ndlela ungasaphula isakhono see-applet ezithile sokulayisha okanye sokuzibonakalisa kwimenyu. Umzekelo ukuze kwaphulwe isakhono umyaleli omncinci wenkqutyana ye-applet ufakela oku 'OAFIID:GNOME_MiniCommanderApplet' kolu ludwe. Indawo yolawulo mayiphinde iqaliselwe oku ukuze isebenze. Ukuba yinyaniso, indawo yokulawula ayisayi kuvumela naziphi iinguquko zomiselo lwendawo yokulawula. Ii-applet ngobunye bazo zisenokufuna ukutshixelwa ngokwahlukana. Indawo yolawulo mayiphinde iqaliswe ukuze oku kwenzeke. Ukuba yinyaniso, isindululi siyagxininiswa xa umsebenzisi eshenxisela isikhanyisi phezu kwaso. Ukuba yinyaniso, ingxoxo iboniswa icela uqinisekiso lokuba ingaba umsebenzisi ufuna ukuyisusa na indawo yolawulo. Ukuba yinyani, idrowa iyakuzivalekela ngokwayo xa umsebenzisi ecofa isindululi kuyo. Ukuba yinyaniso, amacebiso ngezixhobo aboniswa njengezinto ezikwindawo yolawulo. I-url ozenzele yona apho unokufumana kwakhona imaphu ye-radar. Ukuba yinyani, fumana kwakhona ke imaphu ye-radar kwindawo ebalulwe liqhosha le "radar". Thatha imaphu ye-radar kuhlaziyo ngalunye. Iyunithi yokusetyenziselwa iqondo lobushushu. Iyunithi yokusetyenziselwa isantya somoya. Iyunithi yokusetyenziselwa uxinzelelo. Iyunithi yokusetyenziselwa ukubonakala. Sebenzisa iiyunithi ze-metric endaweni yeeyuni zesingesi. Ikhefu, ngemizuzwana, phakathi kohlaziyo oluzenzekelayo. Imisela ukuba mhlawumbi inkqutyana yekhompyutha izihlaziya ngokuzenzekelayo izitatistiki zayo zemozulu okanye ayizenzi njalo. Izinto zokuphawula zesiqulathi seefayili se-gconf-editor