etc-gentoo/gconf/gconf.xml.defaults/%gconf-tree-xh.xml

1084 lines
54 KiB
XML
Raw Normal View History

<?xml version="1.0"?>
<gconf>
<dir name="schemas">
<dir name="system">
<dir name="dns_sd">
<entry name="display_local">
<local_schema short_desc="Uyibonisa njani inkonzo efikeleleka ngqo ye-DNS-SD">
<longdesc>Amaxabiso anokubakhona ngala &quot;merged&quot;, &quot;separate&quot; kunye &quot;disabled&quot;.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="smb">
<entry name="workgroup">
<local_schema short_desc="Iqela lomsebenzi we-SMB">
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="proxy">
<entry name="autoconfig_url">
<local_schema short_desc="Ukumiselwa kwenkqubo yekhompyutha ezenzekelayo ye-URL kwikhompyutha esebenza njengemqobo">
<longdesc>i-URL enika amaxabiso okumiselwa kwenkqubo yekhompyutha esebenza njengomqobo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="socks_port">
<local_schema short_desc="Isiqhagamsheli sekhompyutha esebenza njengomqobo se-SOCKS">
<longdesc>Isiqhagamsheli esisematshinini esichazwa yi- &quot;/systrem/proxy/socks_host&quot; kwikhompyutha osebenza kuyo esebenza njengomqobo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="socks_host">
<local_schema short_desc="Igama lomququzeleli wekhompyutha esebenza njengomqobo ye-SOCKS">
<longdesc>Igama lomatshini kwikhompyutha esebenza njengomqobo ongasebenza kuyo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="ftp_port">
<local_schema short_desc="Isiqhagamsheli sekhompyutha esebenza njengomqobo se-FTP">
<longdesc>Isiqhagamsheli ematshinini esichazwa yi -&quot;/system/proxy/ftp_host&quot; osebenza kuyo njengekhompyutha esebenza njengomqobo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="ftp_host">
<local_schema short_desc="Igama lomququzeleli wekhompyutha esebenza njengomqobo ye-FTP">
<longdesc>Igama lomatshini lokusebenza njengekhompyutha engumqobo kwi-FTP.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="secure_port">
<local_schema short_desc="Isiqhagamsheli sekhompyutha esebenza njengomqobo se-HTTP ekhuselekileyo">
<longdesc>Isiqhagamsheli esisematshinini esichazwa yi- &quot;/system/proxy/secure_host&quot; kwikhompyutha osebenza kuyo esebenza njengomqobo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="secure_host">
<local_schema short_desc="Igama lomququzeleli wekhompyutha esebenza njengomqobo ekhuselekileyo ye-HTTP">
<longdesc>Igama lomatshini lokusebenza njengekhompyutha engumqobo kwi-HTTP ekhuselekileyo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="mode">
<local_schema short_desc="Ukumiselwa kwenkqubo yekhompyutha esebenza njengomqobo">
<longdesc>Khetha inkqubo emiselweyo yekhompyutha esebenza njengomqobo. Amaxabiso axhaswayo ngala &quot;none&quot;, &quot;manual&quot;, &quot;auto&quot;.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="http_proxy">
<entry name="ignore_hosts">
<local_schema short_desc="Abaququzeleli bekhompyutha engasebenzi njengomqobo">
<longdesc>Eli qhosha liqulethe uluhlu lwabaququzeleli abaqhagamshelwe kuvimba weefayili, kunokuba badlule kwikhompyutha esebenza njengomqobo (ukuba iyasebenza). Amaxabiso anokuba ngamagama abaququzeleli, imimandla (usebenzisa i-wildcard njenge *.foo.com), idilesi ze-IP zabaququzeleli (zombini i-IPv4 ne-IPv6) kunye needilesi zothungelwano ene-netmask (into efana ne-192.168.0.0/24).</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="authentication_password">
<local_schema short_desc="i-password yekhompyutha esebenza njengomqobo ye-HTTP">
<longdesc>i-Password yokudlula njengoqinisekiso xa usebenzisa ikhompyutha esebenza njengomqobo kwi-HTTP.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="authentication_user">
<local_schema short_desc="Igama lomsebenzisi wekhompyutha esebenza njengomqobo ye-HTTP">
<longdesc>Igama lomsebenzisi ukudlula njengoqinisekiso xa usebenzisa ikhompyutha esebenza njengomqobo ye-HTTP.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="use_authentication">
<local_schema short_desc="Qinisekisa unxulumano lweseva elawula kwi-intanethi">
</local_schema>
</entry>
<entry name="port">
<local_schema short_desc="Isiqhagamsheli sekhompyutha esebenza njengomqobo se-HTTP">
<longdesc>Isiqhagamsheli ematshinini esichazwa nge- &quot;/system/http_proxy/host&quot; oqhagamshela kuso.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="host">
<local_schema short_desc="Igama lomququzeleli wekhompyutha esebenza njengomqobo ye-HTTP">
<longdesc>Igama lomatshini lokusebenza njengekhompyutha engumqobo kwi-HTTP.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="use_http_proxy">
<local_schema short_desc="Sebenzisa isiqhagamsheli se-HTTP">
<longdesc>Yenza ukuba imimiselo yekhompyutha esebenza njengomqobo xa usebenza nge-HTTP kwi-intanethi.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
</dir>
<dir name="desktop">
<dir name="gnome">
<dir name="interface">
<entry name="file_chooser_backend">
<local_schema short_desc="Imodyuli yeGtkFileChooser">
</local_schema>
</entry>
<entry name="status_bar_meter_on_right">
<local_schema short_desc="IStatus Bar eKunene">
</local_schema>
</entry>
<entry name="use_custom_font">
<local_schema short_desc="Sebenzisa iFonti oZenzeleyo">
<longdesc>Nokuba ngaba ukusebenzisa ifonti yecustom kwigtk+ iinkqubo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="monospace_font_name">
<local_schema short_desc="Ifonti elungelelanisiweyo">
<longdesc>Igama lefonti elungelelanisiweyo (ububanzi obuzinzisiweyo) kusetyenziso kwiindawo ezinjengeetheminali.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="gtk-im-status-style">
<local_schema short_desc="ISimbo soBume be-GTK IM">
<longdesc>Igama leGTK+ indlela yegalelo leSimbo seSimo esisetyenziswe yigtk+.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="gtk-im-preedit-style">
<local_schema short_desc="ISimbo se-GTK IM Preedit">
<longdesc>Igama leGTK+ indlela yegalelo leSimbo sePreedit esisetyenziswa yigtk+.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="font_name">
<local_schema short_desc="Ifonti emiselweyo">
<longdesc>Igama lefonti emiyo esetyenziswe yigtk+.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="gtk_key_theme">
<local_schema short_desc="I-Gtk+ noMxholo">
<longdesc>Igama elisisiseko somxholo omiyo osetyenziswa yi-gtk+.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="gtk_theme">
<local_schema short_desc="I-Gtk+ noMxholo">
<longdesc>Igama elisisiseko somxholo omiyo osetyenziswa yi-gtk+.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="icon_theme">
<local_schema short_desc="Umxholo woMfanekiso onguMqondiso">
<longdesc>Umxholo womfanekiso ongumqondiso ekufuneka usetyenzisiwe kwindawo yolawulo, inautilus, njl-njl.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="cursor_blink_time">
<local_schema short_desc="IXesha lokuDanyaza kweKhesa">
</local_schema>
</entry>
<entry name="cursor_blink">
<local_schema short_desc="UkuDanyaza kweKhesa">
</local_schema>
</entry>
<entry name="toolbar_icons_size">
<local_schema short_desc="Ubungakanani be-Mifanekiso enguMqondiso">
</local_schema>
</entry>
<entry name="toolbar_detachable">
<local_schema short_desc="UHlukaniso lweToolbar">
</local_schema>
</entry>
<entry name="menubar_detachable">
<local_schema short_desc="Ukohlulwa koMgca weMenyu">
</local_schema>
</entry>
<entry name="menus_have_icons">
<local_schema short_desc="IiMenyu zineMifanekiso enguMqondiso">
</local_schema>
</entry>
<entry name="toolbar_style">
<local_schema short_desc="ISimbo seToolbar">
</local_schema>
</entry>
<entry name="can_change_accels">
<local_schema short_desc="IngaTshintsha iZinqumlisi">
</local_schema>
</entry>
<entry name="menus_have_tearoff">
<local_schema short_desc="Iimenyu zine-Tearoff">
</local_schema>
</entry>
<entry name="enable_animations">
<local_schema short_desc="Yenza ooPopayi basebenze">
<longdesc>Nokuba ngaba oopopayi bangaboniswa. Qaphela: Eli liqhosha lehlabathi jikelele, litshintsha imo kamanejala wefestile, indawo yolawulo, njl-njl.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="accessibility">
<local_schema short_desc="Yenza uFikelelo">
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="background">
<entry name="color_shading_type">
<local_schema short_desc="Uhlobo loKhusela uMbala">
</local_schema>
</entry>
<entry name="secondary_color">
<local_schema short_desc="UMbala weSibini">
<longdesc>Umbala oseKunene okanye eZantsi xa uzoba ukuthambeka, awusetyenziswa kumbala ongqindilili.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="primary_color">
<local_schema short_desc="UMbala wokuqala">
<longdesc>Umbala osekhohlo okanye Phezulu xa uzoba ukuthambeka, okanye umbala ongqindilili.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="picture_opacity">
<local_schema short_desc="Ulwalamano lotshintshiselwano loMbala">
</local_schema>
</entry>
<entry name="picture_filename">
<local_schema short_desc="Igama leFayili yoMfanekiso">
</local_schema>
</entry>
<entry name="picture_options">
<local_schema short_desc="Okunye kuMfanekiso">
</local_schema>
</entry>
<entry name="draw_background">
<local_schema short_desc="Zoba uMva weDesktop">
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="thumbnailers">
<entry name="disable_all">
<local_schema short_desc="Vala zonke izityhili ezikhawulezayo zangaphandle">
<longdesc>Setela kwinyaniso ukuvala zonke iinkqubo zangaphandle zokutyhila okukhawulezayo, ezizimeleyo noba zivalwe/zivulwe ngokuzimeleyo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="typing_break">
<entry name="enabled">
<local_schema short_desc="Nokuba ngaba okanye utshixo lwekeyboard luvuliwe okanye akunjalo">
<longdesc>Noba okanye utshixo lwekeyboard luvuliwe.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="allow_postpone">
<local_schema short_desc="Vumela ukumiswa kwekhefu">
<longdesc>Nokuba ngaba okanye iskrini sekhefu lokuchwetheza singamiswa okanye akunjalo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="break_time">
<local_schema short_desc="Ixesha lekhefu">
<longdesc>Inani lemizuzu yokuphela kwekhefu lokuchwetheza.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="type_time">
<local_schema short_desc="Udidi lwexesha">
<longdesc>Inani lemizuzu yexesha lokuchwetheza ngaphambi kokuqala kwemowudi yekhefu.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="sound">
<entry name="event_sounds">
<local_schema short_desc="Izandi zeenkqubo">
<longdesc>Nokuba ngaba kudlalwe izandi kwiinkqubo zomsebenzisi.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="enable_esd">
<local_schema short_desc="Vula i-ESD">
<longdesc>Vula isandi seseva kungeno.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="peripherals">
<dir name="keyboard">
<entry name="bell_custom_file">
<local_schema short_desc="Igama leFayili iKeyboard Bell Custom">
</local_schema>
</entry>
<entry name="bell_mode">
<local_schema>
<longdesc>uncedo olunokubakho &quot;on&quot;, &quot;off&quot;, and &quot;custom&quot;.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="mouse">
<entry name="cursor_size">
<local_schema short_desc="Ubungakanani bekhesa">
</local_schema>
</entry>
<entry name="cursor_theme">
<local_schema short_desc="Umxholo wekhesa">
</local_schema>
</entry>
<entry name="cursor_font">
<local_schema short_desc="Ifonti yekhesa">
<longdesc>Igama lefonti yekhesa. Ukuba ayisetwanga, ifonti emiyo iyasetyenziswa. Olu ncedo luqhutywa ekuqaleni kwiseva X kwiseshini nganye, kengoko ukuyitshintsha phakathi akusayi kuba nasizathu de kube lixesha elilandelayo ungena.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="locate_pointer">
<local_schema short_desc="Bonisa indawo yeSalathisi">
</local_schema>
</entry>
<entry name="double_click">
<local_schema short_desc="IXesha lokuCofa kaBini">
</local_schema>
</entry>
<entry name="drag_threshold">
<local_schema short_desc="Tsala uMda">
</local_schema>
</entry>
<entry name="motion_threshold">
<local_schema short_desc="UMda weNtshukumo">
<longdesc>Umda ngokwee-pixel isalathisi kufuneka sihambe ngaphambi kokusebenza kwentshukumo ekhawulezayo yemawusi. Ixabiso elingu-1 yinkqubo emiyo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="motion_acceleration">
<local_schema short_desc="Cofa kanye">
<longdesc>Isiphinda-phindi sokhawuleziso kwintshukumo yemawusi. Ixabiso elingu-1 yinkqubo emiyo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="single_click">
<local_schema short_desc="Cofa kanye">
</local_schema>
</entry>
<entry name="left_handed">
<local_schema short_desc="Ukuqheliswa kweqhosha lemawusi">
</local_schema>
</entry>
</dir>
</dir>
<dir name="lockdown">
<entry name="disable_print_setup">
<local_schema short_desc="Vala umiselo loshicilelo">
<longdesc>Ikhusela umsebenzisi ekulungiseni useto lokushicilela. Umzekelo, oku kuya kuvala ufikelelo kuzo zonke iinkqubo&apos; &quot;Useto loShicilelo&quot; iibhokisi.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="disable_printing">
<local_schema short_desc="Vala ushicilelo">
<longdesc>Ikhusela umsebenzisi ekushicileleni. Umzekelo, oku kuya kuvala ufikelelo kuzo zonke iinkqubo&apos; &quot;Shicilela&quot; iibhokisi.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="disable_save_to_disk">
<local_schema short_desc="Vala ugcino lweefayili kwidisk">
<longdesc>Ikhusela umsebenzisi ekugcineni iifayili kwidisk. Umzekelo, oku kungavala ufikelelo kuzo zonke iinkqubo&apos; &quot;Gcina njenge&quot; iibhokisi.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="disable_command_line">
<local_schema short_desc="Vala umgca wemiyalelo">
<longdesc>Ikhusela umsebenzisi ekufikeleleni kwitheminali okanye ekubaluleni umgca wemiyalelo ekufuneka usetyenzisiwe. Umzekelo, oku kuya kuvala ufikelelo kuzo zonke iinkqubo&apos; &quot;Qhuba iNkqubo&quot; iibhokisi.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="file-views">
<entry name="icon_theme">
<local_schema short_desc="UMxholo woMfanekiso onguMqondiso weFayili">
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="accessibility">
<dir name="startup">
<entry name="exec_ats">
<local_schema short_desc="IiNkqubo zoBuchwepheshe zoNcediso kuNgeno">
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="keyboard">
<entry name="stickykeys_two_key_off">
<local_schema>
<longdesc>Sukusebenza xa kucofwe amaqhosha amabini ngaxeshanye.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="bouncekeys_delay">
<local_schema short_desc="ikhefu elingephi ngeemilisekondi">
</local_schema>
</entry>
</dir>
</dir>
<dir name="applications">
<dir name="browser">
<entry name="nremote">
<local_schema short_desc="Isikhangeli siyayiqonda enye indawo">
</local_schema>
</entry>
<entry name="needs_term">
<local_schema short_desc="Isikhangeli sifuna itheminali">
</local_schema>
</entry>
<entry name="exec">
<local_schema short_desc="Isikhangeli esimiyo">
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="component_viewer">
<entry name="exec">
<local_schema short_desc="Isixhobo esimiselweyo esibonakalisayo senkqubo yekhompyutha">
<longdesc>Inkqubo yekhompyutha omawuyisebenzise ukujonga iifayili ezifuna isixhobo ukuzijonga. Ixabiso lento ejikajikayo %s kuyakubakhona endaweni yalo iifayili ze-URIs, ixabiso lento ejikayo %c kuyakubakhona endaweni yaloisixhobo se-IID.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="terminal">
<entry name="exec_arg">
<local_schema short_desc="i-Exec argument ye-Terminal emiselweyo">
<longdesc>Isiphumezi- miyalelo se-exec argument sokusetyenziswa kwinkqubo yekhompyutha ye-terminal emiselweyo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="exec">
<local_schema short_desc="Inkqubo yekhompyutha ene-terminal emiselweyo">
<longdesc>Inkqubo yekhompyutha ene-terminal emiselweyo ukuba isetyenziswe kwiinkqubo zekhompyutha ezifuna i-terminal.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
</dir>
<dir name="url-handlers">
<dir name="h323">
<entry name="needs_terminal">
<local_schema short_desc="Qhuba umyalelo kwi-terminal">
<longdesc>Yinyani ukuba umyalelo osetyenzisiweyo ukukhombisa olu hlobo lwe- URL kufuneka uqhutywe kwi-terminal.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="command">
<local_schema short_desc="Isikhombisi se-&quot;h323&quot; URLs">
<longdesc>Umyalelo osetyenziselwa ukukhombisa u- &quot;h323&quot; URLs, ukuba wenziwe ukuba usebenze.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="enabled">
<local_schema short_desc="Nokuba ngaba umyalelo obaluliweyo kufuneka ukhombise i-&quot;h323&quot; URLs">
<longdesc>Yinyani ukuba umyalelo obaluliweyo kwiqhosha &quot;command&quot; kufuneka ukhombise u-&quot;h323&quot; URLs.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="callto">
<entry name="needs_terminal">
<local_schema short_desc="Qhuba umyalelo kwi-terminal">
<longdesc>Yinyani ukuba umyalelo osetyenzisiweyo ukukhombisa olu hlobo lwe- URL kufuneka uqhutywe kwi-terminal.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="command">
<local_schema short_desc="Isikhombisi se-&quot;callto&quot; URLs">
<longdesc>Umyalelo osetyenziswayo ukukhombisa u- &quot;callto&quot; URLs, ukuba wenziwe ukuba usebenze.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="enabled">
<local_schema short_desc="Nokuba ngaba umyalelo obaluliweyo kufuneka ukhombise i-&quot;callto&quot; URLs">
<longdesc>Yinyani ukuba umyalelo obaluliweyo kwiqhosha &quot;command&quot; kufuneka ukhombise u-&quot;callto&quot; URLs.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="mailto">
<entry name="needs_terminal">
<local_schema short_desc="Qhuba umyalelo kwi-terminal">
<longdesc>Yinyani ukuba umyalelo osetyenzisiweyo ukukhombisa olu hlobo lwe- URL kufuneka uqhutywe kwi-terminal.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="command">
<local_schema short_desc="Isikhombisi se-&quot;mailto&quot; URLs">
<longdesc>Umyalelo osetyenziselwa ukukhombisa u-&quot;mailto&quot; URLs, ukuba wenziwe ukuba usebenze.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="enabled">
<local_schema short_desc="Nokuba ngaba umyalelo obaluliweyo kufunekla ukhombise i-&quot;mailto&quot; URLs">
<longdesc>Yinyani ukuba umyalelo obaluliweyo kwiqhosha &quot;command&quot; kufuneka ukhombise u-&quot;mailto&quot; URLs.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="https">
<entry name="needs_terminal">
<local_schema short_desc="Qhuba umyalelo kwi-terminal">
<longdesc>Yinyani ukuba umyalelo osetyenzisiweyo ukukhombisa olu hlobo lwe- URL kufuneka uqhutywe kwi-terminal.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="command">
<local_schema short_desc="Isikhombisi se-&quot;https&quot; URLs">
<longdesc>Umyalelo osetyenziselwa ukukhombisa u &quot;https&quot; URLs, ukuba wenziwe ukuba usebenze.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="enabled">
<local_schema short_desc="Nokuba ngaba umyalelo obaluliweyo kufuneka ukhombise i-&quot;https&quot; URLs">
<longdesc>Yinyani ukuba umyalelo obaluliweyo kwiqhosha &quot;command&quot; kufuneka ukhombise u-&quot;https&quot; URLs.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="http">
<entry name="needs_terminal">
<local_schema short_desc="Qhuba umyalelo kwi-terminal">
<longdesc>Yinyani ukuba umyalelo osetyenzisiweyo ukukhombisa olu hlobo lwe- URL kufuneka uqhutywe kwi-terminal.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="command">
<local_schema short_desc="Isikhombisi se-&quot;http&quot; URLs">
<longdesc>Umyalelo osetyenziselwa ukukhombisa u-&quot;http&quot; URLs, ukuba wenziwe ukuba usebenze.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="enabled">
<local_schema short_desc="Nokuba ngaba umyalelo obaluliweyo kufuneka ukhombise i-&quot;http&quot; URLs">
<longdesc>Yinyani ukuba umyalelo obaluliweyo kwiqhosha &quot;command&quot; kufuneka ukhombise u-&quot;http&quot; URLs.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="man">
<entry name="needs_terminal">
<local_schema short_desc="Qhuba umyalelo kwi-terminal">
<longdesc>Yinyani ukuba umyalelo osetyenzisiweyo ukukhombisa olu hlobo lwe- URL kufuneka uqhutywe kwi-terminal.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="command">
<local_schema short_desc="Iisikhombisi se-&quot;man&quot; URLs">
<longdesc>Umyalelo osetyenziselwa ukukhombisa u- &quot;man&quot; URLs, ukuba wenziwe ukuba usebenze.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="enabled">
<local_schema short_desc="Nokuba ngaba umyalelo obaluliweyo kufuneka ukhombise i-&quot;man&quot; URLs">
<longdesc>Yinyani ukuba umyalelo obaluliweyo kwiqhosha &quot;command&quot; kufuneka ukhombise u-&quot;man&quot; URLs.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="info">
<entry name="needs_terminal">
<local_schema short_desc="Qhuba umyalelo kwi-terminal">
<longdesc>Yinyani ukuba umyalelo osetyenzisiweyo ukukhombisa olu hlobo lwe- URL kufuneka uqhutywe kwi-terminal.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="command">
<local_schema short_desc="Isikhombisi se-&quot;info&quot; URLs">
<longdesc>Umyalelo osetyenziselwa ukukhombisa u- &quot;info&quot; URLs, ukuba wenziwe ukuba usebenze.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="enabled">
<local_schema short_desc="Nokuba ngaba umyalelo obaluliweyo kufuneka ukhombise i-&quot;info&quot; URLs">
<longdesc>Yinyani ukuba umyalelo obaluliweyo kwiqhosha &quot;command&quot; kufuneka ukhombise u-&quot;info&quot; URLs.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="ghelp">
<entry name="needs_terminal">
<local_schema short_desc="Qhuba umyalelo kwi-terminal">
<longdesc>Yinyani ukuba umyalelo osetyenzisiweyo ukukhombisa olu hlobo lwe- URL kufuneka uqhutywe kwi-terminal.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="command">
<local_schema short_desc="Isikhombisi se-&quot;ghelp&quot; URLs">
<longdesc>Umyalelo osetyenziselwa ukukhombisa u- &quot;ghelp&quot; URLs, ukuba wenziwe ukuba usebenze.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="enabled">
<local_schema short_desc="Nokuba ngaba umyalelo obaluliweyo kufuneka ukhombise i-&quot;ghelp&quot; URLs">
<longdesc>Yinyani ukuba umyalelo obaluliweyo kwiqhosha &quot;command&quot; kufuneka ukhombise u-&quot;ghelp&quot; URLs.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="trash">
<entry name="needs_terminal">
<local_schema short_desc="Qhuba umyalelo kwi-terminal">
<longdesc>Yinyani ukuba umyalelo osetyenzisiweyo ukukhombisa olu hlobo lwe- URL kufuneka uqhutywe kwi-terminal.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="command">
<local_schema short_desc="Isikhombisi se-&quot;trash&quot; URLs">
<longdesc>Umyalelo osetyenziselwa ukukhombisa u-&quot;trash&quot; URLs, ukuba wenziwe ukuba usebenze.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="enabled">
<local_schema short_desc="Nokuba ngaba umyalelo obaluliweyo kufuneka ukhombise i-&quot;trash&quot; URLs">
<longdesc>Yinyani ukuba umyalelo obaluliweyo kwiqhosha &quot;command&quot; kufuneka ukhombise u-&quot;trash&quot; URLs.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="aim">
<entry name="needs_terminal">
<local_schema short_desc="Qhuba umyalelo kwi-terminal">
<longdesc>Yinyani ukuba umyalelo osetyenzisiweyo ukukhombisa olu hlobo lwe- URL kufuneka uqhutywe kwi-terminal.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="command">
<local_schema short_desc="Isikhombisi se-&quot;aim&quot; URLs">
<longdesc>Umyalelo osetyenziswayo ukukhombisa &quot;aim&quot; URLs, ukuba wenziwe ukuba asebenze.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="enabled">
<local_schema short_desc="Nokuba ngaba umyalelo obaluliweyo kufuneka ukhombise i-&quot;aim&quot; URLs">
<longdesc>Yinyani ukuba umyalelo obaluliweyo kwiqhosha &quot;command&quot; kufuneka ukhombise i-&quot;aim&quot; URLs.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
</dir>
</dir>
</dir>
<dir name="apps">
<dir name="window_list_applet">
<dir name="prefs">
<entry name="maximum_size">
<local_schema short_desc="Ubukhulu boludwe lweefestile obubobona bukhulu">
</local_schema>
</entry>
<entry name="minimum_size">
<local_schema short_desc="Ubukhulu boludwe lweefestile obubobona buncinci">
</local_schema>
</entry>
<entry name="move_unminimized_windows">
<local_schema short_desc="Shenxisela iifestile kwisithuba sokusebenza sangoku xa singacuthwanga">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, ngoko ke xa ifestile ingasacuthwa, yishenxisele kwisithuba sokusebenza sangoku. Ngaphandle koko, vula uye kwisithuba sokusebenza sefestile.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="group_windows">
<local_schema short_desc="Iifestile zibekwa nini ngokwamaqela">
<longdesc>Yenza isigqibo sokuba iifestile zenkqubo enye yekhompyutha zibekwa nini ngokwamaqela kuludwe lweefestile. Amaxabiso anako ukufumaneka ngala &quot;never&quot;, &quot;auto&quot; ngokunjalo &quot;always&quot;.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="display_all_workspaces">
<local_schema short_desc="Bonisa iifestile kuzo zonke izithuba zokusebenza">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, uludwe lwefestile luya kubonakalisa iifestile kuzo zonke izithuba zokusebenza. Ngaphandle koko luya kubonisa iifestile zesithuba sokusebenza sangoku.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
</dir>
<dir name="workspace_switcher_applet">
<dir name="prefs">
<entry name="num_rows">
<local_schema short_desc="Izakhelo zemikrozo esuka ekhohlo kumvuli-mvali wezithuba zokusebenza">
</local_schema>
</entry>
<entry name="display_all_workspaces">
<local_schema short_desc="Bonisa zonke izithuba zokusebenza">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, umvuli-mvali wezithuba uya kubonisa zonke izithuba zokusebenza. Ngaphandle koko, iya kubonisa kuphela isithuba sokusebenza sangoku.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="display_workspace_names">
<local_schema short_desc="Bonisa amagama ezithuba zomsebenzi">
</local_schema>
</entry>
</dir>
</dir>
<dir name="fish_applet">
<dir name="prefs">
<entry name="rotate">
<local_schema short_desc="Jikelezisa iindawo zolawulo ezisuka phezulu ziye ezantsi">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, upopayi wentlanzi uza kuboniswa aze ajikeleziswe kwindawo yolawulo esuka phezulu iye ezantsi.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="speed">
<local_schema short_desc="Ukunqumama ngesakhelo ngasinye">
<longdesc>Eli qhosha lixela inani lemizuzwana ekuya kuboniswa ngalo i-frame nganye.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="frames">
<local_schema short_desc="Izakhelo kupopayi wentlanzi">
<longdesc>Eli qhosha lixela inani lezakhelo zokukhetha eziya kuboniswa koopopayi bentlanzi.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="command">
<local_schema short_desc="Umyalelo wokuphumeza xa kucofiwe">
<longdesc>Eli qhosha lixela ukuba umyalelo uya kuzanywa kwimpumezo xa icofiwe intlanzi.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="image">
<local_schema short_desc="Isakhelo sokukhetha upopayi wentlanzi">
<longdesc>Le ntlanzi ixela ukuba igama lefayili yesakhelo sokukhetha esiya kusetyenziselwa oopopayi ababoniswa kwinkqubo ye-applet yentlanzi enxulumene novimba weefayili wesakhelo sokukhetha.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="name">
<local_schema short_desc="Igama lentlanzi">
<longdesc>Intlanzi engenagama yintlanzi entle edangeleyo. Yiphe ubomi intlanzi yakho ngokuyinika igama.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
</dir>
<dir name="clock_applet">
<dir name="prefs">
<entry name="internet_time">
<local_schema>
<longdesc>Ukusetyenziswa kweqhosha kwaliwe kwiGNOME 2.6 kuthandwa iqhosha &apos;lokulungisa&apos;. Imizobo igciniwe ukwenzela ukuhambelana neenguqulelo ezindala ngaphezulu.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="unix_time">
<local_schema short_desc="Sebenzisa ixesha le-UNIX">
<longdesc>Ukusetyenziswa kweqhosha kwaliwe kwiGNOME 2.6 kuthandwa iqhosha &apos;lokulungisa&apos;. Imizobo igciniwe ukwenzela ukuhambelana neenguqulelo ezindala ngaphezulu.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="hour_format">
<local_schema short_desc="Lungisa ngeyure">
<longdesc>Ukusetyenziswa kweqhosha kwaliwe kwiGNOME 2.6 kuthandwa iqhosha &apos;lokulungisa&apos;. Imizobo igciniwe ukwenzela ukuhambelana neenguqulelo ezindala ngaphezulu.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="show_week_numbers">
<local_schema short_desc="Bonisa amanani eeveki kwikhalenda">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, bonisa amanani eeveki kwikhalenda.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="config_tool">
<local_schema short_desc="Isixhobo sokumisela ixesha">
</local_schema>
</entry>
<entry name="gmt_time">
<local_schema short_desc="Sebenzisa i-UTC">
</local_schema>
</entry>
<entry name="show_tooltip">
<local_schema short_desc="Bonisa umhla kuludwe lweziqendu eziboniswayo">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, bonisa umhla kuludwe lweziqendu eziboniswayo xa isalathi siphezu kwewotshi.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="show_date">
<local_schema short_desc="Bonisa umhla ewotshini">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, bonisa umhla ewotshini, ukongeza exesheni.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="show_seconds">
<local_schema short_desc="Bonisa ixesha nemizuzwana">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, bonisa imizuzwana exesheni.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="custom_format">
<local_schema short_desc="Lungiselela ukulungiswa kwexesha">
</local_schema>
</entry>
<entry name="format">
<local_schema short_desc="Lungisa ngeyure">
</local_schema>
</entry>
</dir>
</dir>
<dir name="panel">
<dir name="objects">
<entry name="action_type">
<local_schema short_desc="Isimbo seqhosha lenyanthelo">
<longdesc>Isimbo senyathelo elimelwe leli qhosha. Amaxabiso anokubakho ngala &quot;lock&quot;, &quot;logout&quot;, &quot;run&quot;, &quot;search&quot; no &quot;screenshot&quot;. Eli qhosha liyimfuneko kuphela xa iqhosha object_type likoku &quot;action-applet&quot;.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="launcher_location">
<local_schema short_desc="Indawo yesindululi">
<longdesc>Indawo yefayili ye .desktop echaza isindululi. Eli qhosha liyimfuneko kuphela ukuba isitshixo object_type sithi &quot;launcher-object&quot;.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="menu_path">
<local_schema short_desc="Indlela yesiqulatho semenyu">
<longdesc>Indlela ekwakhiwa kuyo iziqulatho zemenyu. Iqhosha liyimfuneko kuphela xa iqhosha use_menu_path liyinyaniso kwaye neqhosha object_type likoku &quot;menu-object&quot;.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="use_menu_path">
<local_schema short_desc="Sebenzisa indlela elungiselelweyo ukwenzela iziqulatho zemenyu">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, iqhosha le menu_path lisetyenziswa njengendlela apho iziqulatho zemenyu zinokwakhiwa khona. Ukuba asiyonyaniso, iqhosha le menu_path alihoywa. Eli qhosha lifuneka kuphela ukuba iqhosha le object_type lithi &quot;menu-object&quot;.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="custom_icon">
<local_schema short_desc="Umfanekiso ongumqondiso osetyenziselwa iqhosha lento">
<longdesc>Indawo yefayili yomfanekiso esetyenziswa njengomfanekiso womqondiso ukwenzela iqhosha lento. Eli qhosha liyimfuneko kuphela xa iqhosha le object_type lisithi &quot;drawer-object&quot; okanye &quot;menu-object&quot; naxa ukusetyenziswa kweqhosha ye use_custom_icon kuyinyaniso.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="use_custom_icon">
<local_schema short_desc="Sebenzisa umfanekiso ongumqondiso ukwenzela iqhosha lento">
<longdesc>Ukuba yinyani, iqhosha le custom_icon lisetyenziswa njengomfanekiso ongumqondiso. Ukuba ayiyonyani, iqhosha le custom_icon alihoywa. Eli qhosha liyimfuneko kuphela xa iqhosha le object_type linje &quot;menu-object&quot; okanye &quot;drawer-object&quot;.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="tooltip">
<local_schema short_desc="Icebiso ngesixhobo liboniselwa idrowa okanye imenyu">
<longdesc>Isiqendu sokubonisa kumacebiso ngesixhobo ukwenzela le drowa okanye le menyu. Eli qhosha liyimfuneko kuphela xa iqhosha object_type lisithi &quot;drawer-object&quot; okanye &quot;menu-object&quot;.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="attached_toplevel_id">
<local_schema short_desc="Indawo yolawulo iqhotyoshelwe kwidrowa">
<longdesc>Umchongi wendawo yolawulo oqhotyoshelwe kule drowa. Eli qhosha liyimfuneko kuphela xa iqhosha object_type lisithi &quot;drawer-object&quot;.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="bonobo_iid">
<local_schema short_desc="I-Applet Bonobo IID">
</local_schema>
</entry>
<entry name="locked">
<local_schema short_desc="Tshixela into kwindawo yolawulo">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, umsebenzisi makangayisusi i-applet ngaphandle kokuqala avule ngesitshixo into esebenzisa okukhethwa kwimenyu okukoku &quot;Vula ngesitshixo&quot;.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="panel_right_stick">
<local_schema short_desc="Tolika indawo ngokokuba kufutshane kwayo kumngcipheko osezantsi/osekunene">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, indawo yento itolikwa ngokokuba kufutshane kwayo kumngcipheko wasekunene (okanye ezantsi ukuba isuka phezulu iya ezantsi) wendawo yolawulo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="position">
<local_schema short_desc="Indawo yento kwindawo yolawulo">
<longdesc>Indawo yento yale ndawo yolawulo. Indawo ixelwa ngokwenani lee-pixels ukusuka ekhohlo (okanye phezulu xa imi ngobude) komngcipheko wendawo yolawulo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="toplevel_id">
<local_schema short_desc="Indawo yolawulo yomgangatho ophezulu equlethe into">
<longdesc>Umchongi wendawo yolawulo yomgangatho ophezulu oqulethe le nto.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="object_type">
<local_schema short_desc="Isimbo sento lwendawo yolawulo">
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="toplevels">
<entry name="animation_speed">
<local_schema short_desc="Isantya soopopayi">
<longdesc>Isantya oopopayi bendawo yolawulo esenzeka ngayo. Amaxabiso anokubakho ngala&quot;slow&quot;, &quot;medium&quot; &quot;fast&quot;. Eli qhosha liyimfuneko kuphela xa isitshixo se enable_animations siyinyaniso.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="auto_hide_size">
<local_schema short_desc="Ii-pixel ezibonakalayo xa zifihliwe">
<longdesc>Ixela inani lee-pixel ezibonakalayo xa indawo yolawulo ifihleke ngokuzenzekelayo ekoneni. Eli qhosha liyimfuneko kuphela xa iqhosha auto_hide liyinyaniso.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="unhide_delay">
<local_schema short_desc="Ukubambezeleka kwendawo yolawulo ngenxa yokufihleka okuzenzekelayo">
<longdesc>Ixela inani lee-millisecond zokubambezeleka emva kokungena kwesalathi kummandla wendawo yolawulo phambi kokuba indawo yolawulo iphinde iboniswe ngokuzenzekela. Eli qhosha liyimfuneko kuphela xa iqhosha auto_hide liyinyaniso.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="hide_delay">
<local_schema short_desc="Ukubambezeleka kwendawo yolawulo ngenxa yokufihleka okuzenzekelayo">
<longdesc>Ixela inani lee-millisecond zokubambezeleka emva kokushiya kwesalathi ummandla wendawo yolawulo phambi kokuba indawo yolawulo ifihleke. Eli qhosha liyimfuneko kuphela ukuba iqhosha auto_hide liyinyaniso.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="enable_arrows">
<local_schema short_desc="Yenza ukuba izalathisi zisebenze kumaqhosha okufihla">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, izalathisi ziya kubekwa kumaqhosha okufihla. Eli qhosha liyimfuneko kuphela xa iqhosha enable_buttons liyinyaniso.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="enable_buttons">
<local_schema short_desc="Inika isakhono kumaqhosha okufihla">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, amaqhosha aya kubekwa kwicala ngalinye lendawo yolawulo enokusetyenziswa ukushenxisa indawo yolawulo kumngcipheko weskrini, kushiyeke iqhosha lodwa lisebenza.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="enable_animations">
<local_schema short_desc="Yenza oopopayi basebenze">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, ukufihleka nokungafihleki kwale ndawo yolawulo kuya kuba noopopayi kunokuba kwenzeke kwangoko.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="auto_hide">
<local_schema short_desc="Ifihla indawo yolawulo ngokuzenzekela ekoneni">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, indawo yolawulo ifihleka ngokuzenzekela ekoneni yeskrini xa isalathi siwushiya ummandla wendawo yolawulo. Ukushenxisa isalathi siye ekoneni kwakhona kuya kwenza ukuba indawo yolawulo ivele kwakhona.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="y_centered">
<local_schema short_desc="Indawo esesizikithini enomgca ohamba embindini ongu y">
</local_schema>
</entry>
<entry name="x_centered">
<local_schema short_desc="Indawo Yolawulo esesizikithini esinomgca ohamba embindini ongu x">
</local_schema>
</entry>
<entry name="y">
<local_schema short_desc="Ubumbaniso lwe-Y lwendawo yolawulo">
<longdesc>Indawo ekuyo indawo yolawulo emgceni ohamba embindini ongu y. Eli qhosha liyimfuneko kwimo yokusebenza engandiswanga. Kwimo eyandisiweyo yokusebenza eli qhosha alihoywa ukuze indawo yolawulo ibekwe emngciphekweni weskrini oxelwe liqhosha lembonakaliso.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="x">
<local_schema short_desc="Ubumbaniso olungu X lwendawo yolawulo">
<longdesc>Indawo ekuyo indawo yolawulo emgceni ohamba embindini ongu x. Eli qhosha liyimfuneko kuphela kwimo yokusebenza engandiswanga. Kwimo eyandisiweyo eli qhosha alihoywa ukuze indawo yolawulo ibekwe kumngcipheko weskrini oxelwe liqhosha lembonakaliso.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="size">
<local_schema short_desc="Ubukhulu bendawo yolawulo">
<longdesc>Ubude (ububanzi ukusuka phezulu iye ezantsi indawo yolawulo) bendawo yolawulo. Indawo yolawulo iya kuqikelela ngexesha lempumezo obona buncinci bobukhulu ngokusekwa kubukhulu obulungisiweyo nakwezinye iimo ezalathayo. Ubukhulu obubona bukhulu busisigxina kwikota enye yobude beskrini (okanye ububanzi).</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="orientation">
<local_schema short_desc="Imbonakaliso yendawo yolawulo">
<longdesc>Imbonakaliso le ndawo yolawulo. Amaxabiso anokubakho ngala &quot;top&quot;, &quot;bottom&quot;, &quot;left&quot;, &quot;right&quot;. Kwimo yokusebenza eyandisiweyo iqhosha lixela ukuba ngowuphi umngcipheko wendawo yolawulo okhoyo. Kwimo yokusebenza engandiswanga umahluko phakathi &quot;top &quot; kunye &quot;bottom&quot; awubalulekanga kakhulu - kwaye yomibini yalatha ukuba lendawo yolawulo isuka ekhohlo iye ekunene - kodwa ikwanika icebiso elinoncedo lokuba ingaba amanye amalungu endawo yolawulo kufuneka eziphethe njani. Umzekelo, &quot;top&quot; iqhosha lemenyu yendawo yokusebenza liya kuveza imenyu yayo ngezantsi kwendawo yolawulo, kanti kwindawo yolawulo &quot;bottom&quot; imenyu iya kuvezwa ngaphezu kwendawo yolawulo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="expand">
<local_schema short_desc="Iyanda ukuze ibonakale kubo bonke ububanzi beskrini">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, indawo yolawulo iya kubonakala kububanzi bonke beskrini (ngokobude ukuba le ndawo yolawulo isuka phezulu iye ezantsi). Ukuba le mo yokusebenza yendawo yolawulo inokubekwa kuphela kumngcipheko weskrini. Ukuba asiyonyaniso, indawo yolawulo iya kuba nkulu kuphela ngokwaneleyo ukwenzela ukufaka ii-applet, izindululi namaqhosha kwindawo yolawulo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="monitor">
<local_schema short_desc="Iskrini se-Xinerama apho indawo yolawulo iboniswa khona">
<longdesc>Kwisiseko seXinerama, usenokuba neendawo zolawulo kwiskrini ngasinye. Eli qhosha lichonga iskrini sangoku eboniswa kuyo indawo yolawulo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="screen">
<local_schema short_desc="Iskrini esingu X apho indawo yolawulo iboniswa khona">
<longdesc>Ngesiseko sezkrini ezininzi, usenokuba neendawo zolawulo kwiskrini ngasinye. Eli qhosha lichonga iskrini eboniswa kuso indawo yolawulo ngoku.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="name">
<local_schema short_desc="Nika indawo yolawulo igama ukuze ichongeke">
<longdesc>Eli ligama elifundekayo ebantwini onokulisebenzisa ukuchonga indawo yolawulo. Injongo yalo esentloko kukuba libe njengesihloko sefestile yendawo yokusebenza eluncedo xa kuntywilwa phakathi kweendawo zolawulo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<dir name="background">
<entry name="rotate">
<local_schema short_desc="Jikelezisa umfanekiso kwiindawo zolawulo ezisuka phezulu ziye ezantsi">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, umfanekiso ongasemva uya kujikeleziswa xa indawo yolawulo ibonakaliswa ukusuka phezulu ukuya ezantsi.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="stretch">
<local_schema short_desc="Yolulela umfanekiso kwindawo yolawulo">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, umfanekiso uya kulinganiswa ngokwamacala endawo yolawulo. Ulwalamano lomba womfanekiso alusayi kugcinwa.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="fit">
<local_schema short_desc="Ifaka umfanekiso kwindawo yolawulo">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, umfanekiso uya kulinganiswa (kugcinwe ulwalamano lomba womfanekiso) kubude bendawo yolawulo (ukuba usuka ekhohlo uya ekunene).</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="image">
<local_schema short_desc="Umfanekiso ongasemva">
<longdesc>Ixela ifayili emayisetyenziswe ukwenzela kumfanekiso ongasemva. Ukuba umfanekiso uqulethe umjelo we-alpha uya kuqukaniselwa kumafanekiso ongasemva wolwazi oluseskrinini.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="opacity">
<local_schema short_desc="Umbala ongasemva ongabonisi ngaphaya kwawo">
<longdesc>Ixela ukungabonisi ngaphaya kolungiso lombala ongasemva. Ukuba umbala awubonisi ngaphaya kwawo ngokupheleleyo (ixabiso elinganeno kwe65535), umbala uya kuqukaniselwa kumfanekiso ongasemva wolwazi oluseskrinini.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="color">
<local_schema short_desc="Umbala ongasemva">
<longdesc>Ixela umbala ongasemva ukwenzela ulungiso lwendawo yolawulo kwi#RGB.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="type">
<local_schema short_desc="Isimbo esingasemva">
<longdesc>Sesiphi isimbo esingasemva ekufuneka sisetyenzisiwe kule ndawo yolawulo. Amaxabiso anokubakho ngala &quot;gtk&quot; - iGTK+ elulungiso olulodwa nokungasemva kwe-widget kuya kusetyenziswa, &quot;color&quot; - iqhosha lombala liya kusetyeniswa njengombala ongasemva okanye &quot;image&quot; - umfanekiso oxelwe liqhosha lomfanekiso uya kusetyenziswa njengokusemva.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
</dir>
<dir name="general">
<entry name="profiles_migrated">
<local_schema short_desc="Iinkangeleko ezindala zomiselo zifudukile">
<longdesc>Iflegi ye-boolean yokubonisa ukuba ingaba umiselo lwexesha langaphambili lomsebenzisi /apps/panel/profiles/default olulodwa ikotshelwe kwindawo entsha apha /apps/panel yolawulo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="object_id_list">
<local_schema short_desc="Uludwe lwe-ID yoludwe lwendawo yolawulo">
<longdesc>Uludwe lwee-ID zolutho lwendawo yolawulo. I-ID nganye ichonga ulutho lwendawo nganye yolawulo (umzk. umndululi, iqhosha lenyathelo okanye iqhosha lemenyu/i-bar). Imimiselo yezi zinto nganye igcinwa apha /apps/panel/objects/$(id).</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="applet_id_list">
<local_schema short_desc="Uludwe lwe-ID yenkqutyana ye-applet yendawo yolawulo">
<longdesc>Uludwe lwee-ID zenkqutyana ye-applet yendawo yolawulo. I-ID nganye ichonga inkqutyana ye-applet yendawo yolawulo nganye-nganye. Imimiselo yezi nkqutyana zee-applet nganye zigcinwa apha /apps/panel/applets/$(id).</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="toplevel_id_list">
<local_schema short_desc="Uludwe lwe-ID yendawo yolawulo">
<longdesc>Uludwe lwee-ID zendawo yolawulo. i-ID nganye ichonga indawo yolawulo yomgangatho ophezulu nganye-nganye. Imimiselo yezi ndawo zolawulo nganye zigcinwa apha /apps/panel/toplevels/$(id).</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="show_program_list">
<local_schema short_desc="Yandisa uludwe lwenkqubo apha&quot;Phumeza Inkqubo&quot; ingxoxo">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, ukudwelisa &quot;Iinkqubo Ezaziwayo&quot; &quot;Kwimpumezo Yeenkqubo&quot; ingxoxo iyandiswa xa ivulwa ingxoxo. Eli qhosha libaluleke kuphela xa ulwazi lwe enable_program_list luyinyaniso.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="enable_program_list">
<local_schema short_desc="Inika isakhono kuludwe lwenkqubo apha&quot;Phumeza Inkqubo Yekhompyutha&quot; ingxoxo">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, ukudwelisa &quot;Iinkqubo Ezaziwayo&quot; &quot;Kwimpumezo Yenkqubo&quot; ingxoxo yenziwa ukuba ibe khona. Nokuba ukudwelisa kwandisiwe okanye akunjalo xa ingxoxo eboniswayo ilawulwa liqhosha le show_program_list.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
<dir name="global">
<entry name="disable_force_quit">
<local_schema short_desc="Yaphula Isakhono Sokuyeka Ngonyanzelo">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, indawo yolawulo ayisayi kuvumela umsebenzisi ukunyanzelisa inkqubo ukuba iphume ngokususa ufikelelo kwiqhosha lokunyanzelisa ukuphuma.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="disable_log_out">
<local_schema short_desc="Yaphula Isakhono Sokuphuma">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, indawo yolawulo ayisayi kuvumela umsebenzisi ukuba aphume, ngokumshenxisela kwizingeniso emenyu yokuphuma.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="disabled_applets">
<local_schema short_desc="Ii-IID ze-applet zokwaphula isakhono sokulayisha">
<longdesc>Uludwe lwee-IID zenkqutyana ye-applet ezingazi kuhoywa yindawo yolawulo. Ngale ndlela ungasaphula isakhono see-applet ezithile sokulayisha okanye sokuzibonakalisa kwimenyu. Umzekelo ukuze kwaphulwe isakhono umyaleli omncinci wenkqutyana ye-applet ufakela oku &apos;OAFIID:GNOME_MiniCommanderApplet&apos; kolu ludwe. Indawo yolawulo mayiphinde iqaliselwe oku ukuze isebenze.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="locked_down">
<local_schema short_desc="Ukukhululeka kokutshixeleka okupheleleyo kwendawo yolawulo">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, indawo yokulawula ayisayi kuvumela naziphi iinguquko zomiselo lwendawo yokulawula. Ii-applet ngobunye bazo zisenokufuna ukutshixelwa ngokwahlukana. Indawo yolawulo mayiphinde iqaliswe ukuze oku kwenzeke.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="highlight_launchers_on_mouseover">
<local_schema short_desc="Khanyisa izindululi phezu kwemawusi">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, isindululi siyagxininiswa xa umsebenzisi eshenxisela isikhanyisi phezu kwaso.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="confirm_panel_remove">
<local_schema short_desc="Qinisekisa ukususwa kwendawo yolawulo">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, ingxoxo iboniswa icela uqinisekiso lokuba ingaba umsebenzisi ufuna ukuyisusa na indawo yolawulo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="drawer_autoclose">
<local_schema short_desc="Idrowa ezivalekela ngokwayo">
<longdesc>Ukuba yinyani, idrowa iyakuzivalekela ngokwayo xa umsebenzisi ecofa isindululi kuyo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="enable_animations">
<local_schema short_desc="Yenza oopopayi basebenze">
</local_schema>
</entry>
<entry name="tooltips_enabled">
<local_schema short_desc="Yenza amacebiso okusetyenziswa kwezixhobo">
<longdesc>Ukuba yinyaniso, amacebiso ngezixhobo aboniswa njengezinto ezikwindawo yolawulo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
</dir>
<dir name="gweather">
<dir name="prefs">
<entry name="radar">
<local_schema short_desc="i-Url yemaphu ye-radar">
<longdesc>I-url ozenzele yona apho unokufumana kwakhona imaphu ye-radar.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="use_custom_radar_url">
<local_schema short_desc="Sebenzisa i-url ozenzele yona kwimaphu ye-radar">
<longdesc>Ukuba yinyani, fumana kwakhona ke imaphu ye-radar kwindawo ebalulwe liqhosha le &quot;radar&quot;.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="coordinates">
<local_schema>
</local_schema>
</entry>
<entry name="location4">
<local_schema>
</local_schema>
</entry>
<entry name="location3">
<local_schema>
</local_schema>
</entry>
<entry name="location2">
<local_schema>
</local_schema>
</entry>
<entry name="location1">
<local_schema>
</local_schema>
</entry>
<entry name="location0">
<local_schema>
</local_schema>
</entry>
<entry name="enable_radar_map">
<local_schema short_desc="Bonisa imaphu ye-radar">
<longdesc>Thatha imaphu ye-radar kuhlaziyo ngalunye.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="enable_detailed_forecast">
<local_schema short_desc="Ayisasetyenziswa">
</local_schema>
</entry>
<entry name="temperature_unit">
<local_schema short_desc="Iyunithi yeqondo lobushushu">
<longdesc>Iyunithi yokusetyenziselwa iqondo lobushushu.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="speed_unit">
<local_schema short_desc="Iyunithi yesantya">
<longdesc>Iyunithi yokusetyenziselwa isantya somoya.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="pressure_unit">
<local_schema short_desc="Iyunithi yoxinzelelo">
<longdesc>Iyunithi yokusetyenziselwa uxinzelelo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="distance_unit">
<local_schema short_desc="Iyunithi yomgama">
<longdesc>Iyunithi yokusetyenziselwa ukubonakala.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="enable_metric">
<local_schema short_desc="Sebenzisa iiyunithi ze-metric">
<longdesc>Sebenzisa iiyunithi ze-metric endaweni yeeyuni zesingesi.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="auto_update_interval">
<local_schema short_desc="Hlaziya ikhefu">
<longdesc>Ikhefu, ngemizuzwana, phakathi kohlaziyo oluzenzekelayo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
<entry name="auto_update">
<local_schema short_desc="Hlaziya i-data ngokuzenzekelayo">
<longdesc>Imisela ukuba mhlawumbi inkqutyana yekhompyutha izihlaziya ngokuzenzekelayo izitatistiki zayo zemozulu okanye ayizenzi njalo.</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
</dir>
<dir name="gconf-editor">
<entry name="bookmarks">
<local_schema short_desc="Izinto zokuphawula">
<longdesc>Izinto zokuphawula zesiqulathi seefayili se-gconf-editor</longdesc>
</local_schema>
</entry>
</dir>
</dir>
</dir>
</gconf>